KWABASEKOLOSE 2:9-10
KWABASEKOLOSE 2:9-10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba kuhleli kuye konke ukuzaliseka kobuThixo ngokomzimba; nigqibelele kuye, oyintloko yabo bonke ubulawuli negunya
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 2KWABASEKOLOSE 2:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba kuhleli kuye konke ukuzaliseka kobuThixo ngokomzimba; kanjalo nigqibelèle kuye, oyintloko yabo bonke ubulawuli negunya
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 2