UDANIYELI 1:20
UDANIYELI 1:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kuzo zonke iindawo zobulumko bokuqonda, abezibuza kubo ukumkani, wabafumana bebadlula ngokukalishumi zonke izazi nabakhwitsi abasebukumkanini bonke.
Share
Funda UDANIYELI 1UDANIYELI 1:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwimicimbi ephathelele kwezobulumko nengqiqo aba bafana bane baqaqamba kukumkani, kuba babemanelisa kuwo nawuphi na umbuzo, bebadlula kalishumi bonke abenzi bemilingo noosiyazi ababekhona kwelo zwe.
Share
Funda UDANIYELI 1