UDANIYELI 6:16
UDANIYELI 6:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Watsho ke ukumkani; bamzisa uDaniyeli, bamjulela emhadini weengonyama. Waphendula ukumkani wathi kuDaniyeli, Wanga uThixo wakho, ombusa ngamaxesha onke, angákusindisa.
Share
Funda UDANIYELI 6UDANIYELI 6:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke ukumkani wayalela ukuba alandwe uDaniyeli; waza ke waphoswa apho kuloo mngxuma weengonyama. Wathetha naye ke wathi: “Akwaba angakuhlangula uThixo wakho omnqula ngentembeko maxa onke.”
Share
Funda UDANIYELI 6