UDANIYELI 6:22
UDANIYELI 6:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UThixo wam uthume isithunywa sakhe, sayivingca imilomo yeengonyama, ukuba zingandenzakalisi, ngenxa enokuba phambi kwakhe kufumaneké ukuba ndimsulwa; naphambi kwakho, kumkani, andonanga.
Share
Funda UDANIYELI 6UDANIYELI 6:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
UThixo wam uthumele isithunywa sakhe, sayivala imilomo yeengonyama, azandenzakalisa. Ewe, azindenzakalisanga kuba ndifumaniseke ndimsulwa phambi kwakhe, kwanjengokuba ndingazange ndakona nganto nawe, mhlekazi!”
Share
Funda UDANIYELI 6