IDUTERONOMI 26:19
IDUTERONOMI 26:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
aniphakamise ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo, ukuba nibe yindumiso, negama, nendili; nibe ngabantu abangcwele kuYehova uThixo wenu, njengoko wakuthethayo.
Share
Funda IDUTERONOMI 26IDUTERONOMI 26:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena uya kuniphakamisa, nibe ngaphezu kwazo zonke izizwe awazidalayo, khon' ukuze nityibele nibonga nilizisele udumo nesithozela igama lakhe. Ngenene niya kuba ngabantu bakaNdikhoyo uThixo wenu ngokomlomo wakhe.”
Share
Funda IDUTERONOMI 26