IDUTERONOMI 28:15
IDUTERONOMI 28:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kothi, ukuba uthe akwaliphulaphula izwi likaYehova uThixo wakho, ukuba uyigcine uyenze imithetho yakhe nemimiselo yakhe endikuwiselayo namhla, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane
IDUTERONOMI 28:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Kambe ke ukuba akulithobelanga ilizwi *likaNdikhoyo uThixo wakho, ukuba akuyenzanga yonke le miyalelo nale mimiselo ndikunika yona namhlanje, ziya kukufumana iziqalekiso
IDUTERONOMI 28:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke ukuba uthe akwaliphulaphula izwi likaYehova uThixo wakho, ukuba uyigcine yonke imithetho yakhe nemiyalelo yakhe endikuwiselayo namhla; zibe phezu kwakho ezo ziqalekiso zonke, zikufumane
IDUTERONOMI 28:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa kuya kuti, xa ungayi kupulapula ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wako, lokuba ulumkele ukuyenza yonke imiyalelo yake nemimiselo yake, endikuyalelayo namhla; kuya kwandula kuze pezu kwako zonke iziqalekiso ezi, zikufumane.