IDUTERONOMI 6:4-5
IDUTERONOMI 6:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yiva, Sirayeli: uYehova uThixo wethu nguYehova mnye. Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke, nangomphefumlo wakho wonke, nangamandla akho onke.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 6IDUTERONOMI 6:4-5 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Hoyina, Sirayeli! UNdikhoyo nguThixo wethu, uNdikhoyo yedwa qwaba! Ngoko ke mthande uNdikhoyo uThixo wakho ngomxhelo wakho wonke, nangomoya wakho wonke, ngokunjalo nangamandla akho onke.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 6IDUTERONOMI 6:4-5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Phulaphula, Sirayeli, uYehova uThixo wethu nguYehova yedwa. Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke, nangomphefumlo wakho wonke, nangamandla akho onke.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 6