IDUTERONOMI 7:6
IDUTERONOMI 7:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba ningabantu abangcwele kuYehova uThixo wakho; úninyule uYehova uThixo wakho, ukuba nibe ngabantu abayinqobo kuye, kunabantu bonke abaphezu komhlaba.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7IDUTERONOMI 7:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Le nto ke noyenza kuba kaloku nina niyimilowo kaNdikhoyo uThixo wenu. Kaloku kuzo zonke izizwe zehlabathi uNdikhoyo uThixo wenu uninyulele ukuze nibe ngabantu abalibango lakhe elilodwa.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7