INTSHUMAYELI 1:8
INTSHUMAYELI 1:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zonke izinto ziyazixhamla; umntu akanako ukuzithetha; alihlúthi iliso kukubona, ayizali indlebe kukuva.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1INTSHUMAYELI 1:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yonke into yindebelefele yendinisa engathethekiyo: iliso liyabona, kodwa alaneli; kanti nendlebe iyeva, kodwa ayihluthi.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1