INTSHUMAYELI 10:10
INTSHUMAYELI 10:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, àkalulola uhlangothi lwayo, wogonyela ngoko ngamandla; ke ubulumko buyanceda bulungise.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 10INTSHUMAYELI 10:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa izembe libuthuntu, lingalolwanga, kufuneka ubethe ngamandla ngalo. Kodwa ke bubuchule into enika impumelelo.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 10