INTSHUMAYELI 11:5
INTSHUMAYELI 11:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Njengokuba ungayazi ukuba yiyiphi na indlela yomoya, kwanjengokuyilwa kwamathambo esiswini somithiyo; ngokunjalo akusazi isenzo sika Thixo owenza izinto zonke.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11INTSHUMAYELI 11:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengoko ungayazi indlela yomoya, ungamazi nokuba wenziwa njani na umntu esizalweni sonina, kananjalo soze ukuqonde nokusebenza kukaThixo onguMdali weento zonke.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11