INTSHUMAYELI 12:13
INTSHUMAYELI 12:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuhlanganiswa kwentetho, yakuba ivakele into yonke, nanku: Yoyika uThixo, ugcine imithetho yakhe; ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.
INTSHUMAYELI 12:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke ngoku nasi isishwankathelo salo mbandela: Mhlonele uThixo, uyithobele imimiselo yakhe, kuba oko luxanduva lomntu ngamnye.