INTSHUMAYELI 2:24-25
INTSHUMAYELI 2:24-25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akukho nto ilungileyo ebantwini kunokuba badle, basele, bawubonise umphefumlo wabo okulungileyo emigudwini yabo. Kwanaloo nto ndiyibonile, ukuba ivela esandleni sikaThixo. Ngokuba ngubani na ongádlayo, ngubani na ongávayo ubumnandi, engenaye?
INTSHUMAYELI 2:24-25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ayikho enye into angayenzayo umntu ngaphandle kokuba atye asele, ahlale anelisekile kukubulaleka kwakhe. Phofu ke naleyo ndafumanisa ukuba iphuma kwasesandleni sikaThixo, kuba kaloku ngaphandle kwakhe akukho mntu ungatyayo okanye onwabe.
INTSHUMAYELI 2:24-25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Akukho nto ilungileyo ebantwini kunokuba badle, basele, ukuze umphefumlo wakhe ube nemihlali ngemisebenzi yakhe. Ndaphinda ndabona ukuba iphuma esandleni sikaThixo. Ngokuba ngubani na ongadlayo ngaphezu kwam, ngubani na ongangxamelayo khona?
INTSHUMAYELI 2:24-25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Akuko nto elungele umntu ngapezu kwokuba atye, asele, awuvise umpefumlo wake ubuyolo kuwo umzamo wake. Ndayibona nalento ukuba yavela esandleni SIKATIXO. Ngokuba ngubanina ongatyayo, ngubanina onganxamelayo, ngapezu kwam?