INTSHUMAYELI 3:14
INTSHUMAYELI 3:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiyazi ke ukuba yonke into aya kuyenza uThixo, yiyo eya kuba ngonaphakade; akukho nto inokuziswa kuyo kwaye akukho nto inokukhutshwa kuyo; yaye uThixo uyakwenza oko ukuze abantu bamoyike.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 3INTSHUMAYELI 3:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiyazi ke ukuba yonke into aya kuyenza uThixo, yiyo eya kuba ngonaphakade; kungòngezwa nto kuyo, kungàcatshulwa nto kuyo; uThixo ukwenzela ukuba koyikwe ebusweni bakhe.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 3