INTSHUMAYELI 5:12
INTSHUMAYELI 5:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bumnandi ubuthongo bosebenzayo, nokuba incinane, nokuba ininzi into ayidlayo; ke intabalala yesityebi ayisivumeli ukuba silale buthongo.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5INTSHUMAYELI 5:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu ophangelayo ulala athi yoyi, noba utya kancinci, okanye ke uyahlutha. Ke bona ubunewu-newu besityebi busitsho siphuthelwe.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5