INTSHUMAYELI 6:9
INTSHUMAYELI 6:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kulungile ukubona kwamehlo ngaphezu kokuhambahamba komphefumlo. Kwanaloo nto ingamampunge nokusukelana nomoya.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 6INTSHUMAYELI 6:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Masanele zezo zinto sinazo endaweni yokuzikhathaza ngokunqwenela le naleya. Hayi bo, ngamampunge lawo, nqwa nokusukelana nomoya!
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 6