INTSHUMAYELI 7:14
INTSHUMAYELI 7:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngomhla wentsikelelo chwayitha, nangomhla wobubi qonda kakuhle, ukuba naló, kwanjengalowa, wenziwe nguThixo, ngenxa enokuba umntu engafumani nto emva kwakhe.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7INTSHUMAYELI 7:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngamathuba obumnandi yonwaba; ngemihla yobubi qonda kakuhle ukuba kwale njengaleya yenziwe nguThixo. Ngoko ke akukho mntu uyaziyo into eza kwenzeka kamva.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7