KWABASE-EFESE 2:8 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASE-EFESE 2:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko kungaphumi kuni, kusisipho sikaThixo
Yabelana
KWABASE-EFESE 2 XHO75KWABASE-EFESE 2:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku nakhululwa ngesisa sikaThixo ngokholo; anikhululwanga ngemizamo yenu. Ewe, kungenxa yesisa sikaThixo.
Yabelana
KWABASE-EFESE 2 XHO96KWABASE-EFESE 2:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nisindiswe lufefe ngalo ukolo; kungaveli nje oku ngokwenu, kusisipo SIKATIXO
Yabelana
KWABASE-EFESE 2 XHO1902AKWABASE-EFESE 2:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko akuphumi kuni, kusisipho sikaThixo
Yabelana
KWABASE-EFESE 2 CXB24