KWABASE-EFESE 3:17 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASE-EFESE 3:17 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba uKristu ahlale ngalo ukholo ezintliziyweni zenu, néndele
Yabelana
KWABASE-EFESE 3 XHO75KWABASE-EFESE 3:17 XHO96 (IBHAYIBHILE)
khon' ukuze ngokholo uKrestu ahlale ngaphakathi kuni. Nanga ningasekelwa eluthandweni nendele.
Yabelana
KWABASE-EFESE 3 XHO96KWABASE-EFESE 3:17 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
aze u‐Kristu ahlale ngalo ukolo ezintliziyweni zenu; nina nendele nisekelwe nokusekelwa elutandweni nje
Yabelana
KWABASE-EFESE 3 XHO1902AKWABASE-EFESE 3:17 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
ukuze uKristu ahlale ngokholo ezintliziyweni zenu; ukuze nina, nimiliselwe nisekelwe eluthandweni
Yabelana
KWABASE-EFESE 3 CXB24