KWABASE-EFESE 5:23 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

KWABASE-EFESE 5:23 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

ngokuba indoda le iyintloko yomfazi, njengokuba naye uKristu eyintloko yebandla eli; waye yena ngokwakhe enguMsindisi wawo umzimba.

KWABASE-EFESE 5:23 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Kaloku indoda iyintloko yomfazi, kanye njengokuba noKrestu eyintloko yebandla. Ke yena uKrestu ukwanguMhlanguli walo ibandla elingumzimba wakhe.

KWABASE-EFESE 5:23 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

ngokuba indoda iyintloko yomfazi wayo, njengokuba naye u‐Kristu eyintloko yeṙemente, ekwa nguye ongumsindisi womzimba.

KWABASE-EFESE 5:23 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngokuba indoda le iyintloko yomfazi, njengokuba naye uKristu eyintloko yebandla, eli; waye yena ngokwakhe enguMsindisi wawo umzimba.