KWABASE-EFESE 5:25
KWABASE-EFESE 5:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nina madoda, bathandeni abafazi benu, njengokuba naye uKristu walithandayo ibandla, wazinikela ngenxa yalo
KWABASE-EFESE 5:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nina madoda, bathandeni abafazi benu, kanye ngale ndlela alithande ngayo uKrestu ibandla, waza wanikela ngobomi bakhe ngenxa yalo.