KWABASE-EFESE 5:28 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASE-EFESE 5:28 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko amelwe amadoda ukubathanda abawo abafazi, njengokuba beyimizimba yawo. Lowo umthandayo umkakhe, uyazithanda
Yabelana
KWABASE-EFESE 5 XHO75KWABASE-EFESE 5:28 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke amadoda afanele ukuba nebhongo lokubathanda abafazi bawo, kanye ngale ndlela azithanda ngayo iziqu zawo. Indoda emthandayo umfazi wayo iyazithanda.
Yabelana
KWABASE-EFESE 5 XHO96KWABASE-EFESE 5:28 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokunjalo amadoda afanelwa kukutanda abawo abafazi, njengeyawo imizimba. Otandayo owake umfazi, uyazitanda yena.
Yabelana
KWABASE-EFESE 5 XHO1902AKWABASE-EFESE 5:28 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngoko amelwe amadoda ukubathanda abawo abafazi, njengokuba beyimizimba yawo. Lowo umthandayo umkakhe, uyazithanda
Yabelana
KWABASE-EFESE 5 CXB24