UESTERE 3:6
UESTERE 3:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wakucekisa ukuba amse izandla uMordekayi yedwa; kuba ubebaxelelwe abantu bakuloMordekayi; wangxamela ke uHaman ukuwatshabalalisa onke amaYuda abesebukumkanini bonke buka-Ahaswerosi, abantu bakuloMordekayi.
UESTERE 3:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa wathi, akuluqonda uhlanga lukaModekayi, akayithanda into yokuba abulale uModekayi yedwa. Ngoko ke uHaman wazama indlela yokulutshabalalisa lonke uhlanga lukaModekayi – amaJuda – kubo bonke ubukumkani buka-Asuwerosi.
UESTERE 3:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wagweba uMordekayi yedwa ukuba amse izandla; ngokuba bambonise abantu bakuloMordekayi; ngoko ke, uHaman wazama ukuwatshabalalisa onke amaYuda kubo bonke ubukumkani baseAsswerosi, abantu bakaMordekayi.
UESTERE 3:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa kwadeleka emehlweni ake ukwolula isandla ngakuye u‐Modekai yedwa: ngokuba bebexele kuye abantu baka‐Modekai: ngako wafuna u‐Hamani ukutshabalalisa onke ama‐Juda abekubo bonke ubukumkani buka‐Hasheveroshe, abantu baka‐Modekai.