UESTERE 7:3
UESTERE 7:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uEstere ukumkanikazi, wathi, Ukuba ndithe ndababalwa nguwe, kumkani, ukuba kuthe kwalunga kukumkani, mandinikwe ubomi bam ngokucela kwam, nabantu bakowethu ngokuthandaza kwam.
Share
Funda UESTERE 7UESTERE 7:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ukumkanikazi uEstere waphendula wathi: “Ukuba ndiyamkeleka kuwe, kumkani, ukuba kukholekile kuwe, ndincede usindise ubomi bam, uhlangule nabantu bakowethu, ndiyakucela.
Share
Funda UESTERE 7