IEKSODUS 1:17
IEKSODUS 1:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Abazalisikazi bôyika uThixo, àbenza ngoko wathetha ngako kubo ukumkani waseYiputa, bawasindisa amakhwenkwe.
Yabelana
Funda IEKSODUS 1IEKSODUS 1:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke ababelekisi abo yayingabafazi abamoyikayo uThixo. Basuka bawaphula umyalelo kakumkani, àbawabulala amakhwenkwe lawo.
Yabelana
Funda IEKSODUS 1