IEKSODUS 15:2
IEKSODUS 15:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uqhayiya lam, ungoma yam nguYehova; Waba lusindiso kum. UloThixo wam endimzukisayo, UThixo kabawo endimphakamisayo.
Yabelana
Funda IEKSODUS 15IEKSODUS 15:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo yinqaba negwijo lam; ndinje-nje-nje ndisindiswe nguye. Nanko ke uThixo wam, ndiyamdumisa; nguThixo woobawo, ndotshila ngaye.
Yabelana
Funda IEKSODUS 15