IEKSODUS 15:26
IEKSODUS 15:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wenjenje ukuthetha: “Ukuba nithe nandithobela ngokupheleleyo, nenza okuhle nokufanelekileyo ngokuhamba ngemimiselo yam, soze ndinohlwaye ngezibetho nezifo endaziwisela amaJiputa. Kaloku mna ndinguNdikhoyo, ugqirha wenu.”
IEKSODUS 15:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi, Ukuba ùthe waliphulaphula izwi likaYehova uThixo wakho, wenza okuthe tye phambi kwakhe, wayibekela indlebe imithetho yakhe, wayigcina yonke imimiselo yakhe: andiyi kubeka nasinye isifo phezu kwakho endisibekileyo phezu kwamaYiputa; kuba ndinguYehova, igqirha lakho.
IEKSODUS 15:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi, Ukuba uthe waliphulaphula izwi likaYehova uThixo wakho, wenza okuthe tye emehlweni akhe, wayibekela indlebe imithetho yakhe, wayigcina yonke imithetho yakhe; ndakuzisa kumaJiputa, kuba ndinguYehova, uphilisayo.
IEKSODUS 15:26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
wati: Xeshekweni uya kukutala ukupulapula ilizwi LIKAYEHOVA, LOTIXO wako, ukwenze okufaneleyo emehlweni ake, unikele imiyalelo yake indlebe, uyigcine yonke imimiso yake, andiyi kubeka pezu kwako nasinye kwezozifo ndizibekileyo pezu kwama‐Jipete: ngokuba mna ndi NGUYEHOVA okupilisayo.