IEKSODUS 20:9-10
IEKSODUS 20:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sebenza imihla emithandathu, uwenze wonke umsebenzi wakho. Ke wona umhla wesixhenxe lusuku lwam olulodwa lokuphumla. Ngoko ke makungabikho mntu usebenzayo ngalo mhla; nditsho nawe, umntwana wakho, nesicaka sakho, nemfuyo yakho, ngokunjalo nomngeneleli ohlala phakathi kwenu.
IEKSODUS 20:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wosebenza imihla emithandathu, uwenze wonke umsebenzi wakho; ke wona umhla wesixhenxe uyisabatha kaYehova uThixo wakho. Uze ungenzi namnye umsebenzi ngawo, wena, nonyana wakho, nentombi yakho, nesicaka sakho, nesicakakazi sakho, nezinto zakho ezizitho ziné, nowasemzini osemasangweni akho
IEKSODUS 20:9-10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wosebenza imihla emithandathu, uwenze wonke umsebenzi wakho; ke wona umhla wesixhenxe uyisabatha kaYehova uThixo wakho; Uze ungenzi namnye umsebenzi ngayo, wena, nonyana wakho, nentombi yakho, nesicaka sakho, nesicakakazi sakho, nemfuyo yakho, nowasemzini okuwe. Amasango
IEKSODUS 20:9-10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wosebenza imihla ibe mitandatu, uwenze wonke umsebenzi wako; kodwa umhla wesixe̔nxe uyi‐Sabata KAYEHOVA, UTIXO wako; akuyi kwenza namnye umsebenzi ngawo, kwa wena, nonyana wako, nentombi yako, nesicaka sako, nesicakakazi sako, nenkomo zako, nowasemzini wako opakati kwamasango ako