IEKSODUS 21:23-25
IEKSODUS 21:23-25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa ukuba kuko ukwenzakala, uya kwandul’ ukunika ubomi ngenxa yobomi, iliso ngenxa yeliso, izinyo ngenxa yezinyo, isandla ngenxa yesandla, unyawo ngenxa yonyawo, isitshiswa ngenxa yesitshiswa, inxeba ngenxa yenxeba, umvimbo ngenxa yomvimbo.
Yabelana
Funda IEKSODUS 21IEKSODUS 21:23-25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba uthe wenzakala, ùze urhole umphefumlo ngomphefumlo, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo, isandla ngesandla, unyawo ngonyawo, ukutshiswa ngokutshiswa, inxeba ngenxeba, umvumbo ngomvumbo.
Yabelana
Funda IEKSODUS 21