IEKSODUS 22:25
IEKSODUS 22:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ùthe wababoleka imali abantu bam abaziintsizana abanawe, uze ungabi kubo njengomboleki-mali: uze ungababizi nzala.
Yabelana
Funda IEKSODUS 22IEKSODUS 22:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ukuba uyaboleka omnye wabantu bam olihlwempu ngakuwe imali, akuyi kuba kuye njengomboleki obang’ inzuzo; akuyi kubeka pezu kwake inzuzo enkulu.
Yabelana
Funda IEKSODUS 22