IEKSODUS 23:2-3
IEKSODUS 23:2-3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uze ungàlandeli isininzi ukuya kwenza izinto ezimbi; ungàthi ukungqina kwimbambano ekhoyo, ujike ulandele isinizi, uyijike inyaniso. Uze ungàsicengi isisweli ekubambaneni kwaso nomnye.
Yabelana
Funda IEKSODUS 23IEKSODUS 23:2-3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sukuvuma ukona ngenxa yokukhukuliswa sisihlwele. Ungaze uyigqwethe inyaniso ngenxa yefuthe lesihlwele. Sukuba negobe ngakwihlwempu xa kuthethwa ityala lalo.
Yabelana
Funda IEKSODUS 23