IEKSODUS 24:16
IEKSODUS 24:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Baza ke ubuqaqawuli bukaNdikhoyo bahlala phezu kwentaba iSinayi. KumaSirayeli kwakungathi ngumlilo ovuthayo apho phezu kwentaba. Ilifu elo layifukama intaba leyo iintsuku zantandathu, waza ngolwesixhenxe uNdikhoyo wabiza uMosis esefini apho.
Yabelana
Funda IEKSODUS 24IEKSODUS 24:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ubuqaqawuli bukaYehova bahlala phezu kwentaba yeSinayi; ilifu layigubungela iintsuku ezintandathu; wamemeza kuMoses ngosuku lwesixhenxe phakathi efini.
Yabelana
Funda IEKSODUS 24