IEKSODUS 25:8-9
IEKSODUS 25:8-9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
bandènzele indawo engcwele, ndihlale phakathi kwabo. Njengako konke endikubonisa kona: ngokomfanekiso womnquba, nomfanekiso weempahla zawo zonke, ize nenjenjalo ukuwenza.
Yabelana
Funda IEKSODUS 25IEKSODUS 25:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Mabandakhele indawo eyeyam ndodwa, ukuze nam ndihlale phakathi kwabo. Ke yona nempahla engaphakathi mayakhiwe ibe matwa nomzekelo endokubonisa wona.
Yabelana
Funda IEKSODUS 25IEKSODUS 25:8-9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bandenzela ingcwele; ukuze ndihlale phakathi kwabo. Njengako konke endikubonisa kona: ngokomfanekiso womnquba, nomfanekiso weempahla zawo zonke, ize nenze.
Yabelana
Funda IEKSODUS 25IEKSODUS 25:8-9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjalo mabandenzele indawo eyingcwele, ndize ndihlale pakati kwabo. Njengako konke ndikubonisa kona, njengawo umfanekiselo wetabanakele, nomfanekiselo wazo zonke impahla zayo, niya kuyenza kwa ngokunjalo.
Yabelana
Funda IEKSODUS 25