IEKSODUS 31:13
IEKSODUS 31:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wena, thetha koonyana bakaSirayeli uthi, Inene, iisabatha zam zigcineni; kuba zingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu, ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo
Share
Funda IEKSODUS 31IEKSODUS 31:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
makayalele amaSirayeli athi: “Wuhloneleni *uMhla wokuPhumla, uyimini yam; ewe, ungumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana ngezizukulwana, uxela ukuba mna Ndikhoyo ndanenza naba ngabam ncakasana.
Share
Funda IEKSODUS 31IEKSODUS 31:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, Gcinani iisabatha zam, ngokuba zingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu; ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.
Share
Funda IEKSODUS 31IEKSODUS 31:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wena kanjalo teta nosapo luka‐Sirayeli, usiti: Okwenene isabata zam niya kuzigcina; ngokuba oku kungumqondiso pakati kwam nani ngezizukulwana zenu; kuze kwaziwe ukuba ndi NGUYEHOVA oningcwalisayo.
Share
Funda IEKSODUS 31