IEKSODUS 32:1
IEKSODUS 32:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke babona abantu ukuba uMoses ulibele, akehli entabeni; bababizela ndawonye abantu kuAron, bathi kuye, Sukume, usenzele uthixo oya kuhamba phambi kwethu; kuba lo Moses, le ndoda yasinyusayo ezweni laseYiputa, asazi ukuba uhlelwe yintoni na.
IEKSODUS 32:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
AmaSirayeli akubona ukuba uMosis akabuyi entabeni, asuka amgungela uAron, athi: “Senzele *uthixo oza kusikhokela. Okokwakhe yena laa Mosis wasikhupha eJiputa, asiyazi into emhleleyo.”
IEKSODUS 32:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke babona abantu ukuba uMoses akanakuhla entabeni, bambizela ndawonye abantu kuAron, bathi kuye, Hlala, usenzele uthixo oya kusikhokela; ngokuba lo Moses, le ndoda yasikhuphayo ezweni laseYiputa, asiyazi into emhleleyo.
IEKSODUS 32:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
KEKALOKU abantu bakubona ukuba u‐Mosesi uyalibala ukuhla entabeni, baza abantu bahlanganisana ngaku‐Arone, bati kuye: Suka, usenzele otixo, abaya kuhamba pambi kwetu; ngokuba u‐Mosesi lowo, londoda eyasinyusayo ezweni le‐Jipete, singamazi ukuba uhliwe yinto nina.