IEKSODUS 35:35
IEKSODUS 35:35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ubazalisé ngobulumko bentliziyo, ukuba benze umsebenzi wonke wokukrola, nowokuluka, ukuluka imfakamfele, ngemisonto emsi nemfusa nebomvu, nelinen ecikizekileyo, neyomluki, babe ngabenzi bomsebenzi wonke, nabathelekeleli bokuyila.
IEKSODUS 35:35 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ubaphe ubuchule beendidi zonke kumsebenzi wabakroli nabayili, nomsebenzi wokusonta amalaphu azuba, amsobo, nabomvu, nazo zonke iindidi zamalaphu. Ewe, bangamachule angawo kuyo yonke imisebenzi yobugcisa nokuyila.
IEKSODUS 35:35 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wabazalisa ngobulumko bentliziyo, ukuba benze zonke iintlobo zemisebenzi, yokuba yimithi, neyengcibi, neyengcibi, neyegolide, nemfusa nebomvu, nelinen ecikizekileyo, neyomluki nabo benza nawuphi na umsebenzi nabayila umsebenzi wobuqhophololo.
IEKSODUS 35:35 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Aba ubazalisile ngobulumko bentliziyo, ukuze kwenziwe yonke imisebenzi, eyomqingqi, neyencibi yokuluka, neyomtungi wamabala ngamabala, ngezuluṙa, nangesimnyama, nangesibomvu, nangeqiya eshiceneyo, neyomluki, neyabenzi bemisebenzi yonke, neyabaqingi bamasetyenzwa obuncibi.