IEKSODUS 6:7
IEKSODUS 6:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ndinithàbathe nibe ngabantu bam, ndibe nguThixo wenu; nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu, onikhuphayo phantsi kwemithwalo yamaYiputa
Yabelana
Funda IEKSODUS 6IEKSODUS 6:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kunenza abantu bam, mna ndibe nguThixo wenu. Nani ke niya kuqonda ukuba mna Ndikhoyo ndinguThixo wenu onikhulule ebukhobokeni eJiputa.
Yabelana
Funda IEKSODUS 6