IEKSODUS 9:1
IEKSODUS 9:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo wabhekisa kuMosis wathi: “Yiya kukumkani waseJiputa, uthi kuye: ‘UNdikhoyo uThixo wamaHebhere uthethe wenjenje: “Khulula abantu bam, baye kundikhonza.”
Yabelana
Funda IEKSODUS 9IEKSODUS 9:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro, uthethe naye, uthi, Utsho uYehova uThixo wamaHebhere, ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.
Yabelana
Funda IEKSODUS 9