IEKSODUS 9:3-4
IEKSODUS 9:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
yabona, isandla sikaYehova soba semfuyweni yakho esendle, emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, ezinkomeni, nasempahleni emfutshane, senze indyikitya yokufa enzima kunene; uYehova ayibalule imfuyo yamaSirayeli kwimfuyo yamaYiputa: akuyi kufa nto kuyo yonke eyoonyana bakaSirayeli.
IEKSODUS 9:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)
uNdikhoyo uya kukohlwaya ngokuthumela isibetho esoyikekayo kwimfuyo yakho: amahashe, iidonki, iinkamela, iinkomo, iigusha, neebhokhwe. Uya kuyikhetha imfuyo yamaSirayeli kweyamaJiputa. EyamaSirayeli imfuyo soze ife.
IEKSODUS 9:3-4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yabona, isandla sikaYehova siphezu kwemfuyo yakho esendle, namahashe, namaesile, neenkamela, neenkomo, neegusha; kuya kubakho indyikitya yokufa. uYehova uya kuwahlula imihlambi yamaSirayeli kwimihlambi yaseYiputa, kungafi nto koonyana bakaSirayeli bonke.
IEKSODUS 9:3-4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
bona ke, isandla SIKAYEHOVA soba pezu kwenkomo zako ezisendle, pezu kwamahashe, pezu kwamaqwaṙashe, pezu kwenkamela, pezu kwenkabi, napezu kwegusha: isifo esinzima kunene. Waye UYEHOVA eya kwahlula pakati kwenkomo zama‐Sirayeli nenkomo zama‐Jipete; akuyi kufa nto kuzo zonke ezizezosapo luka‐Sirayeli.