UHEZEKILE 12:2 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 12:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyana womntu, ùhleli phakathi kwendlu eneenkani; banamehlo okubona, àbaboni; baneendlebe zokuva, abeva; ngokuba bayindlu eneenkani.
Yabelana
UHEZEKILE 12 XHO75UHEZEKILE 12:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mntundini, uhleli nabantu abangabavukeli. Banamehlo, kodwa ababoni; baneendlebe, kodwa abaphulaphuli; kuba kaloku bangabavukeli.
Yabelana
UHEZEKILE 12 XHO96UHEZEKILE 12:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nyana woluntu! uyahlala pakati kwayo indlu enenkani; abanamehlo okubona, kanti ababoni; abanendlebe zokuva, kanti abeva; ngokuba beyindlu enenkani bona.
Yabelana
UHEZEKILE 12 XHO1902AUHEZEKILE 12:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Nyana womntu, uhlala endlwini ezele luvukelo enamehlo okubona kodwa angaboni; baneendlebe zokuva, abeva; ngokuba bayindlu eneenkani.
Yabelana
UHEZEKILE 12 CXB24