UHEZEKILE 13:6 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 13:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Babona into ekhohlakeleyo nokuvumisa okungamanga, abo bathi, Útsho uYehova; uYehova engabathumanga, ukanti balinda ukuqiniswa kwelo lizwi.

UHEZEKILE 13:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Banemibono ephuthileyo; izihlabo zabo zibubuxoki. Bathi: ‘Utsho uNdikhoyo,’ kodwa engabathumanga; kanti kuyo yonke loo nto balindele ukuba udaba lwabo lufezekiswe.

UHEZEKILE 13:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Babonile okungendawo nokulaula okubuxoki, abati: Utsho UYEHOVA; nakuba UYEHOVA angabatumanga: batembisile abanye noko ukuba kuqiniswe ilizwi.

UHEZEKILE 13:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Babona ukuvumisa okukhohlakeleyo, nokuvumisa okukhohlakeleyo, abathi, uYehova uthethile, uYehova angabathumanga; kwaye bathembisa abanye ukuba baya kuliqinisa ilizwi.