UHEZEKILE 14:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 14:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ndiyixhakamfule indlu kaSirayeli ngentliziyo yabo, ekubeni beshenxile kum bonke bephela ngezigodo zabo.
Yabelana
UHEZEKILE 14 XHO75UHEZEKILE 14:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oku ndiya kukwenzela ukubuyisa iintliziyo zabo bonke abantu bam bakwaSirayeli, abathe bandilahla ngenxa yezithixo.’
Yabelana
UHEZEKILE 14 XHO96UHEZEKILE 14:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ndibambe indlu ka‐Sirayeli ngeyabo intliziyo, ngokokuba bona bonke bahlukene nam ngezitixwana zabo.
Yabelana
UHEZEKILE 14 XHO1902AUHEZEKILE 14:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
ukuze ndingenise indlu kaSirayeli ezintliziyweni zabo, ngenxa yokuba bonke bandinikele umva ngezithixo zabo ezinezothe.
Yabelana
UHEZEKILE 14 CXB24