UHEZEKILE 16:60 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 16:60 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ndiya kuwukhumbula mna umnqophiso wam nawe ngemihla yobuncinane bakho, ndikumìsele umnqophiso ongunaphakade.

UHEZEKILE 16:60 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Kodwa ke noko ndiza kuwukhumbula umnqopiso endawenza nawe xa wawusemtsha, ndize ndenze umnqophiso nawe oya kuhlala uhleli.

UHEZEKILE 16:60 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Noko, ndiya kukumbula ucebano lwam nawe emihleni yobutsha bako, ndikuqinisele ucebano olungunapakade.

UHEZEKILE 16:60 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ndiya kuwukhumbula umnqophiso wam endawenza nawe ngemihla yobuncinane bakho, ndenze umnqophiso ongunaphakade nawe.