UHEZEKILE 18:21 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 18:21 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ongendawo ke, xa athe wabuya ezonweni zakhe zonke azenzileyo, wayigcina yonke imimiselo yam, wenza ngokwesiko nangobulungisa, inene, uya kuphila; akayi kufa.

UHEZEKILE 18:21 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Kodwa ukuba okhohlakeleyo uthe wazishiya izono zakhe, wahamba ngokwayo yonke imimiselo yam, wenza okulungileyo nobulungisa, akayi kufa, kodwa uya kubudla ubomi.

UHEZEKILE 18:21 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kodwa okohlakeleyo nxa aguqukayo kuzo zonke izono zake azenzileyo, ayigcine yonke imimiso yam, akwenze okufanelekileyo nokulungileyo, uya kudla ubomi ngenyaniso, akayi kufa.

UHEZEKILE 18:21 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kodwa ukuba umntu ongendawo uthe waguquka ezonweni zakhe zonke azenzileyo waza wayigcina yonke imiyalelo yam emisiweyo waza wenza ubulungisa nobulungisa, ngokuqinisekileyo uya kuphila, akayi kufa.