UHEZEKILE 18:31 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 18:31 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Lahlani zonke izikreqo zenu enikreqe ngazo, nizenzele intliziyo entsha nomoya omtsha. Yini na ukuba nife, ndlu kaSirayeli?

UHEZEKILE 18:31 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Yahlukanani nezikreqo ebenifudula nizenza, nizifumanele intliziyo entsha, nomoya omtsha. Ngani ukuba nife, ndlu kaSirayeli?

UHEZEKILE 18:31 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Lahlani kuni zonke izigqito zenu, enigqitileyo ngazo; nize nizenzele intliziyo entsha nomoya omtsha: ngokuba kunganina ukuba niya kufa, ndlu ka‐Sirayeli?

UHEZEKILE 18:31 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Lahla zonke izikreqo zakho okreqe ngazo kuwe; nizenzele intliziyo entsha nomoya omtsha; Yini na ukuba nife, ndlu kaSirayeli?