UHEZEKILE 18:32 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 18:32 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngokuba akumnandi kum ukufa kofayo; itsho iNkosi uYehova. Zibuyiseni ke niphile.

UHEZEKILE 18:32 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Andikholiswa kukufa kwakhe nabani na, itsho iNkosi uNdikhoyo. Guqukani, nidle ubomi!”

UHEZEKILE 18:32 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba ndingakutandi ukufa kwalowo ufayo, itsho INKOSI e NGUYEHOVA: ngako ziguquleni, nibudle ubomi.

UHEZEKILE 18:32 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuba andikholiswanga kukufa komntu ofayo, itsho iNkosi enguMongami uYehova. Ngoko ke, guquka, uphile.