UHEZEKILE 20:20 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 20:20 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nizingcwalise iisabatha zam, zibe ngumqondiso phakathi kwam nani, ukuze názi ukuba ndinguYehova uThixo wenu.
Yabelana
UHEZEKILE 20 XHO75UHEZEKILE 20:20 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yigcineni iyodwa iMila yam yokuPhumla, ukuze ibe ngumqondiso phakathi kwam nani. Kwakuba njalo niya kwazi ukuba mna ndinguNdikhoyo uThixo wenu.’
Yabelana
UHEZEKILE 20 XHO96UHEZEKILE 20:20 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nesabata zam nizenze ngcwele, zize zibe ngumqondiso pakati kwam nani, ukuba nikwazi okokuba mna YEHOVA ndi NGUTIXO wenu.
Yabelana
UHEZEKILE 20 XHO1902AUHEZEKILE 20:20 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uzingcwalise iisabatha zam; ube ngumqondiso phakathi kwam nani, ukuze nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu.
Yabelana
UHEZEKILE 20 CXB24