UHEZEKILE 23:35 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 23:35 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ngenxa enokuba ùndilibele, wandiphosa emva komhlana wakho, ùya kuwathwala nokuwathwala amanyala akho nokuhenyuza kwakho.
Yabelana
UHEZEKILE 23 XHO75UHEZEKILE 23:35 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoko ke itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Kuba usuke wandilibala, wandifulathela, uza kusithwala isono sokufeba nobuhenyukazi bakho.”
Yabelana
UHEZEKILE 23 XHO96UHEZEKILE 23:35 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko itsho INKOSI e NGUYEHOVA ukuti: Ngokokuba ulibele mna, nokuba undilahlile emva kwomhlana wako, ngako nawe twala ubutshinitshini bako nemibulo yako.
Yabelana
UHEZEKILE 23 XHO1902AUHEZEKILE 23:35 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngako oko, itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ekubeni undilibele, wandiphosa emva komhlana wakho, uya kulithwala ihlazo lakho nobuhenyu bakho.
Yabelana
UHEZEKILE 23 CXB24