Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 33:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 33:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Izwi lesigodlo úlivile, akavuswa, igazi lakhe loba phezu kwakhe; evusiwe, ange ewusizile umphefumlo wakhe.

UHEZEKILE 33:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ulivile ixilongo, kodwa akahoya; ngoko ke ityala lokufa kwakhe lelakhe. Ukuba ebehoyile ngesindile ekufeni.

UHEZEKILE 33:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Intlokoma yexilongo wabeyiva, kanti wabengayaleki; igazi lake loba pezu kwake: kodwa lowo uyalekayo wowusindisa umpefumlo wake.

UHEZEKILE 33:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wasiva isandi sesigodlo, akalumkisa; igazi lakhe malibe phezu kwakhe. Kodwa lowo umlumkisayo uya kuwusindisa umphefumlo wakhe.