Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 33:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 33:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wena ke, nyana womntu, ndikwenzé waba ngumboniseli kwindlu kaSirayeli; wòliva emlonyeni wam ilizwi, ubavuselele ngokuphuma kum.

UHEZEKILE 33:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Mntundini, wena ndikwenze umlindi wendlu kaSirayeli; ngoko phulaphula amazwi endiwathetha kuwe, uze ubalumkise.

UHEZEKILE 33:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Nawe, nyana woluntu! ndikwenzile umlindi kwindlu ka‐Sirayeli; wauya kuva ilizwi ngomlomo wam, ubayale kwa kum.

UHEZEKILE 33:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wena ke, nyana womntu, ndikwenze umboniseli kwindlu kaSirayeli; ngoko ke umele uve ilizwi eliphuma emlonyeni wam kwaye ubalumkise ngokuphuma kum.